Culture shock at UCT
Many students experience culture shock in the UCT environment. What is culture, and why can UCT’s culture cause an identity crisis or the feeling that you’re an imposter? This chapter will help you understand and start to manage your UCT experience. And, if you’re not experiencing these things, then this chapter is a window to understanding those who are.
Abafundi abaninzi baqubisana nolothuko ngokwenkcubeko kwidyunivesithi yaseKapa. Yintoni inkcubeko, kutheni inkcubeko yedyunivesithi yasekapa inokubangela intlekele ngokuzazi okanye ukuziva ngathi ungumkhohlisi? Esi isahluko sizokunceda uqonde kakuhle utsho ukwazi ukujongana neDyunivesithi yasekapa.Ukuba awuqubisani nezizinto esi isahluko.
Klompie studente experience 'n culture-shock in die UCT-environment. Wat is culture, en hoe kan die UCT culture 'n identity-krisis veroorsaak en die gevoel dat djy 'n imposter is? Die chêpter sal vi-jo help om jou UCT experience te verstaan en bietere te manage. En as djy nie die goed experience nie, dan sal die chêpter vi-jo help ommie mense te verstaan wat die experiences het.(Afrikaans)