<p dir="ltr">Your ability to study successfully depends on your health and well-being. To have a successful year, you need to adopt a holistic approach, in which you pay attention to your physical, mental, spiritual, financial and academic well-being. </p><p dir="ltr">Isakhono sakho sakho sokufunda ngokuphumeleleyo sixhomekeke empilweni nokuphila kwakho. Ukuze ubenonyaka oyimpumelelo, kufuneka uzifumanele inxaso ngokwasempilweni, apho ugxila khona isimo ngokwase mzimbeni, ngokwasengqondweni, ngokwasemoyeni, imali kwakunye nangokwezifundo.</p>
Funding
This work is funded by a Department of Higher Education and Training University Capacity Development Grant